Movatterモバイル変換


[0]ホーム

URL:


Jump to content
Wikipedia
Khangela

Ufudo

Livela
UfudoChersina angulata. ENtshona Koloni
Ufudo

Ufudo sisilwanyana esirhubuluzayo ngokokulandelelana kosapho lwakwa Testudines oluhlala emhlabeni. Kanye njengabazala balo abahlala emanzini,   ooqongqothwane bolwandle, amafudo bakhuselwe ngoqweqwe kwiintshaba zabo ezibazingelayo ezifuna ukuwabulala.    Ayacothoza xa ehamba, aze atye uhlaza. Uninzi lwawo mancinane kakhulu, kodwa ooqongqothwane bomhlaba bayakwazi ukuzolula amaxesha amaninzi atsho abemakhulu: laa aseGalapagos athandwa kakhulu. UDarwin wenza enye yeempazamo ezinqabileyo xa angazange aqonde okokuba ingaba isilwanyana ngasinye kwez sivela kwisiphi na isiqithi.   Kwathi kamva kwabonakala ngokucacileyo okokuba zinawo umahluko othile ngokweziqithi ezihlala kuzo ngokwahlukana kwazo. 

Oofudo abahlalayo eMzantsi Afrika

Chersina
C. angulata
Geochelone
G. pardalis
Homopus
H. areolatus
H. boulengeri
H. femoralis
H. signatus
Kininyx
K. belliana
K. spekii
K. lobatsiana
K. natalensis
Psammobates
P. geometricus
P. tentorius
P. oculifer

Okunye ongakufunda ukongeza koko sele ukufundile

[tshintsha |Yenza izilungiso kokubhaliweyo]
  • Chambers, Paul.A sheltered life: the unexpected history of the giant tortoise. John Murray (Publishers), London. 2004.ISBN 0-7195-6528-6.
  • Gerlach, Justin. Giant tortoises of the Indian Ocean. Chimiara publishers, Frankfurt. 2004
uthathwe kwi-https://xh.wikipedia.org/w/index.php?title=Ufudo&oldid=33967
Category:
Hidden category:

[8]ページ先頭

©2009-2025 Movatter.jp