Movatterモバイル変換


[0]ホーム

URL:


Jump to content
Wikipedia
Khangela

Isohlwayo

Livela

Isohlwayo kuxa into kwenziwe intoemntwini okanye kwisilwanyana abe loo mntu okanye eso silwanyana singayithandi loo nto eyenziwa kuye okanye kuso. kusenokwenzeka okokuba bophuleumgaqo. Zininzi iintlobo zokohlwaya, zingasukakwisigwebo sentambo kulo lonkeulwaphulo mthetho olumasikisi, kuye kwizinto ezithi zenziwe ngabazali xa besohlwayaabantwana, ezinje ngokubabetha okanye bathathe izixhobo zabo zokudlala.

Ukohlwaya kungabonwa njengento elungileyoekuhlaleni, kuba kunqanda kukwakhusela abantu ukuba bangakwazi ukwenza izinto ezigwenxa. Kusenokubonwa nje ngesenzo esikhohlakeleyo nesingeyomfuneko. kusenokubonwa njengesenzo esidala ubungozi ngakumbi kunokuba kulungise.[1]

  1. Deirdre Golash (2004)The Case against Punishment: Retribution, Crime Prevention, and the Law New York: New York University Press archived fromthe original on 2016-03-04 retrieved 2016-01-22 iThemplethi:Page needed
uthathwe kwi-https://xh.wikipedia.org/w/index.php?title=Isohlwayo&oldid=35138

[8]ページ先頭

©2009-2025 Movatter.jp