Movatterモバイル変換


[0]ホーム

URL:


Jump to content
Wikipedia
Khangela

Isakhono

Livela

Isakhono okanyeiqhinga kukufundaukubanakho ukwenza into. Isenokuba kukudlala ngesixhobo somculo okanye ukudlala uhlobo oluthilelomdlalo okanye ukwenza into nje elula efana nokusebenzisai-corkscrew. Umntu othi ezama ukwenza into abe engaphumeleli kusenokwenzeka okokuba usebenzisa iqhinga elingafanelekanga kuloo nto ayenzayo. Isakhono asilindelekanga ukuba sibe yintoephathekayo: sisenokubhekisa kuloo ndlela umntu ayivela ngayoingxaki ethile.

Imizekelo yezakhono nantsi:

  • isakhono sokubambabow okanyeumpu
  • Isakhono sokuthetha zonkeiilwimi
  • isakhono sokufunda nesokubhala
uthathwe kwi-https://xh.wikipedia.org/w/index.php?title=Isakhono&oldid=26067

[8]ページ先頭

©2009-2025 Movatter.jp