Movatterモバイル変換


[0]ホーム

URL:


Jump to content
Wikipedia
Khangela

Inombolo ye-atom

Livela

Inombolo yobu-atom (uphawu lwayo ngu-:Z) kwi-atom ichaza inani lee-protons kwi-nucleus ye-atom.[1][2] Inombolo yobu-atom kwi-atom ichaza amalungu ekhemukhalu akuyo, ngamanye amazwi ichaza ukuba yiyiphi nai-element. Kwi-atom e-neutral, inani lobu-atom lilingangana nenani lee-electrons ezijikeleza apha kwi-nucleus.[1] Amalungu eekhemikhali adweliswe kwi-periodic table ngokwanda kwamanina obu-atom bawo. [2]

Inombolo yobu-atom akuthethi nto enye ne: 

  • I-atomic mass (uphawu lwayo yi-:ma), ebubunzima be-atom enye, echazwa nge- unified atomic mass units
  • I-mass number (uphawu lwayo:A), engumdibaniso wenani lee-protons nelee- neutrons kwi-nucleus ye-atom. I-
  • I-relative atomic mass (ikwabizwa ngokuba yi-atomic weight;uphawu lwayo yi-:Ar), nekungumyinge we-average mass per atom we-element ovela kumzekelo we1/12 noyi-mass ye-atom ye-carbon-12.

Inombolo yobu-Atomic ayitshintshwa yinombolo ye-electrons okanye yee-neutrons; iba yinombolo ye-proton qwaba.

Amanye amaphepha afundiweyo

[tshintsha |Yenza izilungiso kokubhaliweyo]
  1. 12Daintith, John, ed. (2008)A Dictionary of Chemistry (Sixth ed.) Oxford University Press p. 48ISBN 978-0-19-920463-2 
  2. 12Moore, John T. (2010)Chemistry Essentials For Dummies Wiley p. 36ISBN 978-0-470-61836-3 
uthathwe kwi-https://xh.wikipedia.org/w/index.php?title=Inombolo_ye-atom&oldid=27322
Category:

[8]ページ先頭

©2009-2026 Movatter.jp