Ingobunzululwazi bengqondo Ingqondo yenye yeendawo ezilapha emntwini ekucingwa ,kuqiqwe , kwenziwe imibono, iminqweno, kunyeneemvakalelo . Kwezinyeiinkolo abantu bacinga okokuba ingqondo yahlukene nomzimba kwaye ibizwa ngokuba ngumphefumlo (jonga idualism ). Ngokwenzululwazi, le nto abanye abantu bathi yingqondo yenziwangokupheleleyo kukusebenza kobuchopho . Inkcuba buchopho yefilosofi uGilbert Ryle uyibiza ingqondo njenge"Sporho esikumatshini ", kwaye izimvo zokuba yahlukile ebuchotsheni kwaba yimpazamo yo"Mthetho ogunyaziswe ngokwaseburhulumenteni ".[ 1] [ 2]
Baninzi abantu abenza ingxwabangxwaba malunga nokokuba yintoni kanye le eyenza ingqondo. Abanye bathi kukuqiqa nokukhumbula kuphela okufumaneka engqondweni, kuba ziyingqiqo. ngokwalo mbonoiimvakalelo ezifananothando ,ukucaphukela ,ukoyika kunye nouvuyo zahlukile engqondweni. Abanye abantu abanalo mbono bathi iindlela zovakalelo ziyinxalenye yentliziyo . Abanye bathi imoyokuqiqa andneyeemvakalelo ayinakwahlukana kunjalo nje zonke kufuneka zibeyinxalenye yale nto kuthiwa yingqondo. Abantu basoloko besebenzisaingqondo njengentsingiselo enye noku[[cinga : indlela esithetha sedwa ngayo "ngaphakathi kwiintloko zethu". Kulapho kukho iintetho ezithi "sebenzisani iingqondo zenu.", "tshintsah iingqondo zethu" kwanee[["ngqondo ezimbini" zivela khona. Enye yezinto zengqondo ebalulekileyo ngokwale ntetho kukuba isekhusini. Akukho mntu ungomnye u[[nokwazi iingqondo zethu."
↑ Ryle, Gilbert. 1949.The concept of mind . London: Hutchinson. p15–18 The absurdity of the official doctrine.ISBN 0-226-73295-9 ↑ Pinker, Steven 2002.The blank slate: the modern denial of human nature . London/New York: Putnam Penguin. Chapter 1 The official theory: p8–11.ISBN 0-670-03151-8