Movatterモバイル変換


[0]ホーム

URL:


Jump to content
Wikipedia
Khangela

Iindaba

Livela
Iqonga lephephandaba eRoma

Iindaba zenzeka xa abantu bethethangeziganeko ezisematheni (izinto ezenzeka ngoku sithethayo). Iindaba zisenokuza ngamaphepha-ndaba, ngoomabonakude, ngeemagazini, okanye ngoonomathotholo.

Iliqela imizila yeendaba k-ubuxhaka-xhaka beengcingo zoomabonakude abasoloko bephokoza iindaba imini yonke, iindaba ezifana ne-Fox News kunye ne-CNN. ziliqela iindaba zemagazini ezifana ne-Time, i-The Economist, kunye ne-Newsweek. Unondaba ngumntu onceda abaphulaphuli ngeendaba.  Umzekelo, uBrian Gotter ngunondaba.

uthathwe kwi-https://xh.wikipedia.org/w/index.php?title=Iindaba&oldid=33606

[8]ページ先頭

©2009-2025 Movatter.jp