IKapa |
---|
iKapa Population density in Cape Town |
Motto:Spes Bona (Latin for Good Hope) |
iKapa (ngesiNgesi:Cape Town,ngesiBhulu:Kaapstad) yeyona dolophu inkulukwiPhondo lasentshona-Koloni.
Abantu abakule ndawo bazizigidi ezintathu.
Zintathu ezona dolophu zakhe zankulu nezaziwayo apha eMzantsi Afrika. eyokuqala yidolophu yaseGoli ezinze kwiphondolaseGauteng, kulandele eyaseKapa yona iphaya kwiPhondolaseNtshona-Koloni, kugqibele idolophu yaseThekwini yona ikwiPhondolakwaZulu-Natal.
Le dolophu yaseKapa ngqongwe lulwandle I-Atlantic ikapa iququnjelwe ngolwandleiKapa lesiiphetheloulwandle oluAtlantic.
iKapa ke iqulathe izinto ezinika umdla nezithi zibenomntsalane nakubemi bamanye amazwe. Lo nto ke ithi yenze ungeniso olumandla kwisizwe somzantsi Afrika. Ndothi ndikhankanye nje iznto ezimbalwa ezifana nolwandle,intaba
iKapa yeyona ndawo intle elizweni liphela yaziwa njenge ntshona-koloni ilizwe lentlantsi, ikapaa lendawo ezibukekayo kakhulu kubakhenkethi bangaphandle kukho iNtaba yeTafile (Table Mountain) kwaye likwanaso nesiqithi esaziwa ngokuba yiRobben island esikwincami yekapa enxwemeni lwelwandle kuhlala zonke intlanga kukhoabaXhosa, mangesi, abeSuthu nabanye nabanye basemaphandleni kukho namasebe wezemfundo aphambili jikelele UCT (University of Cape Town), CPUT (Cape Peninsula University of Cape Town) nezinye ke zkhna endingazikhankanyanga ezinje nge stellenbocsh kunye ne UWC.
Ikapa yindawo ethandwa ngabantu abaninzi kunye ziya thandeka izinto zapha.