Movatterモバイル変換


[0]ホーム

URL:


Jump to content
Wikipedia
Khangela

IJerusalem

Livela
iSkyline saseJerusalem

IJerusalem yenyeyezixeko ezindala apha emhlabeni apho abantu bathe bahlala khona ngokusisigxina. Kwiinkolo ezininzi sibaluleke kakhulu esi sixeko.amaJuda ayibona iJerusalem njengesixeko esingcwele kuba ibisaya kuba liziko lenkolo yabo kunye nezopolotiko ngamaxesha eBhayibhile. Kukwayindawo aphoiTempile kaThixo imikhona.AmaKhrestu ayibona iJerusalem njengendawo eNgcwele kuba zonke izinto ezazisenzeka neziganeko ngobomi bukaYesu Khrestu zeenzeka phaya.amaMoslem akholelwa ekubeni umProfethi uMuhammad wavuka esuka kwakule ndawo waya ezulwini.

Omabini la mazwe,kwaSirayeliIsrael nasePalestine abanga iJerusalem njengeikomkhulu lelizwe. Onke amanye amazwe kunye nezizwe ezimanyeneyo, masithi Umntla-weJerusalem inxalenye yakwaSirayeli ize impuma Jerusalem yona ibe yinxalenye ye Palestina.[1][2][3][4] Kuba ingabonwa nje ngelizwe eliphantsi kwalo naliphi na elinye ilizwe okwaku, esi sixeko asinawoamaziko ozakuzo. amazwe amaninzi anamaziko awo ozakuzo eTel Aviv naseRamallah.[5][6]

Imithombo

[tshintsha |Yenza izilungiso kokubhaliweyo]
  1. "Israel plans 1,300 East Jerusalem Jewish settler homes"BBC News 9 November 2010 "East Jerusalem is regarded as occupied Palestinian territory by the international community, but Israel says it is part of its territory." 
  2. "The status of Jerusalem"The Question of Palestine & the United Nations United Nations Department of Public Information archived from the original|archiveurl= requires|url= (help) on 2016-03-04 retrieved 2014-10-03 "East Jerusalem has been considered, by both the General Assembly and the Security Council, as part of the occupied Palestinian territory." 
  3. Israeli authorities back 600 new East Jerusalem homes BBC 26 February 2010
  4. Resolution 298 September 25, 1971: "Recalling its resolutions... concerning measures and actions by Israel designed to change the status of the Israeli-occupied section of Jerusalem,..."
  5. "Israel" CIA Factbook date archived fromthe original on 25 December 2018 retrieved 5 November 2012 Check date values in:|date= (help)
  6. "Israel" United Nations date Check date values in:|date= (help);Missing or empty|url= (help);|accessdate= requires|url= (help)
Eli phepha libhalwe lalifutshane lasisivakalisi esinye kuphela. Ncedayandisa iWikipedia.
uthathwe kwi-https://xh.wikipedia.org/w/index.php?title=IJerusalem&oldid=38808
Categories:
Hidden category:

[8]ページ先頭

©2009-2026 Movatter.jp