Movatterモバイル変換


[0]ホーム

URL:


Jump to content
Wikipedia
Khangela

I-input - ukungeniswa kolwazi

Livela

Iulwazi olukwinzululwazi yecompyutha

[tshintsha |Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

abantu abasebenzisa iikhompyutha basoloko besebenzisa igama elithi ulwazi neli lithi data ngokufanayo. Kukho amasebe emfundo ekuthiwa'' information science" ne"information technology" (IT).

ngeminyaka yoo- 1970 neyoo-1980, abanye abantu beza nenye intsingiselo ethe ngqo ngo''lwazi''. ngelo xesha, uvimba wolwazi kwikhompyutha waye sele akhiwe, ulwazi luthetha uhlobo lolwazi oluthile olungakhange luphononongwe.  Oko kuthetha okokuba ulwazi aluzange lutshintshwe okanye lulungiswe, kwaye ke alunakuthenjwa.  Ngokwale ntsingiselo intsha, ulwazi luthetha ulwazi oluphononongiweyo, lwaze lwaphumelela uvavanyo ngento olumelwe kukuba yiyo.  Umntu angathemba okokuba''ulwazi'' lulungile.  

Ulwazi lungalungiswa kwaye lungakulungela ngakumbi ukuthenjwa xa kunokuba kho  iindlela ezilungileyo nezipheleleyo zokuphonononga olu lwazi. (ukujongwa nokuphononongwa kolwazi, validation okanye iverification) kuze emva koko kwenziwe isigqibo sokokuba lukulungele ngokwaneleyo na (ukuba lufakwe kwinkqubo yokwamkelwa. umntu kufuneka ayazi imithetho esetyenzisiweyo xa kuphononongwa ulwazi, okanye loo mntu ophonononge ulwaze abe ngumntu othembakeleyo.  Ukuba umntu akanakutsho okokuba oku kweenziwa,  ulwazi lubonakala iselulwazi lwaloo mntu, ukuze loo mntu aluphonononge ulwazi kwakhona, kuloo mbono uphangaleleyo ngolwazi.  

uthathwe kwi-https://xh.wikipedia.org/w/index.php?title=I-input_-_ukungeniswa_kolwazi&oldid=39788

[8]ページ先頭

©2009-2025 Movatter.jp