Movatterモバイル変換


[0]ホーム

URL:


Jump to content
Wikipedia
Khangela

I-diagonal

Livela
Umgca we-diagonal unqumla i-monitor yekhompyutha. 

I-Diagonal luhlobo lomgca ongqale ngendlela ethile. Lo mgca o-diagonal awusuki phezulu, ungasuki ezantsi, kwaye awunqumli (oko kuthetha ukuthi awusuki ngasekhohlo usiya ngasekunene)  Lo ngumngca oqhakamshelanisa okanye oxhumanisa iikona ezimbini ngokokumila kwento leyo kwenziwa kuyo umlinganiselo. 

Kwa-mathematika, "i-diagonal" ineentsingiselo ezahlukeneyo. Umzekelo, kwi-jometri i-diagonal nguwo nawuphi na umgca ohamba phakathi kweekona ze-polygon. Ngoko ke i-square sinee-diagonals ezimbini,  ize ke loo imacala mahlanu ukumila ibe nee-diagonals ezintlanu. Lilonke xa sibala i-diagonal sisebenzisa i-formula ethi- [n(n-3)]/2 u-n ke apha linani elidibanisa amacala okumila kwaloo nto kwenziwa kuyo umlinganiselo. 

uthathwe kwi-https://xh.wikipedia.org/w/index.php?title=I-diagonal&oldid=27846

[8]ページ先頭

©2009-2025 Movatter.jp