Movatterモバイル変換


[0]ホーム

URL:


Jump to content
Wikipedia
Khangela

Entlango

Livela
Intlango yeAtacama, eChile
Intlango yaseSahara

Intlango yingingqi ehlala izilwanyana nekumila kuyo izityalo kodwa umhlaba wayo ube yinkqantosi ngokoma. Ifumana imvula engaphantsi kwama25 ee-cm (malunga neeintshi ezili-9.8) zemvula ngonyaka. Omnye umphandi uyichaza intlangonjengayo nayiphi na ingingqi esenokunqatyelwa ngamanzi kwisithuba esithile sonyaka. Ngamanye amazwi, zinganemvula okanye amanzi amancinane kakhulu ngonyaka kunalawo ziwakhupha emhlabeni ngeevaporation".[1]

Iindawo ezinje ngezi zithatha umhlaba ongangama-33% apha emhlabeni.[2] Oko kuquka umhlaba omninzi waseAntarctica, apho umhlaba omninzi ungafumani liqhwa kwaphela. Eyona ntlango inkulu nenobushushu obuphakamileyo yintlango yaseSahara, emantla eAfrica, ithatha umhlaba ozii square kilomitha ezizizigidi ezilu-9.

Inyaniso eyenza umdla

[tshintsha |Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

Kwiintlango ezitshisayo ungabonaimirage okanyeifata morgana. Imirage ke kukukhanya okuqhathayo. Kungakwenza ucinge okokuba kukho ipuli yamanzi entlango, kube kungekho kwamanzi apho.

  1. Universe Today.what-percentage-of-the-earths-land-surface-is-desert/
  2. "What Is a Desert?"pubs.usgs.gov December 18, 2001 retrieved April 9, 2011 
uthathwe kwi-https://xh.wikipedia.org/w/index.php?title=Entlango&oldid=25127

[8]ページ先頭

©2009-2025 Movatter.jp