Movatterモバイル変換


[0]ホーム

URL:


Jump to content
Wikipedia
Khangela

EMaputo

Livela
EMaputo
EMaputo
EMaputo
EMaputo
Coordinates:25°58′00″S32°35′00″W / 25.96667°S 32.58333°W /-25.96667; -32.58333
Isizwe
Elevation7 m (Bad rounding here23 ft)
Isiphaluka
Uluntu(2017 census)
 • Total1 101 170
Postal code1100
Area code(+258) 21-XX-XX-XX
Websitehttp://www.cmmaputo.gov.mz

IMaputo ngundlunkulu wesixeko saseMozambique.

Ikunxweme olunxuse ulwandle lwaseIndiya. Ukusukela ngo2007, bamalunga ne 1 094 315 abantu abahlala kwesi sixeko. IMaputo yaafunyanwa ngenkulungwane ye18.

Igama layo lemveli kwakusithiwa yiLourenço Marques, kodwa latshintshwa emva kokuba sisimele.ILisbon esePortugal liwele ledolophu yaseMaputo. IDyunivesithi yaseEduardo Mondlane iseMaputo.

uthathwe kwi-https://xh.wikipedia.org/w/index.php?title=EMaputo&oldid=34420
Categories:

[8]ページ先頭

©2009-2025 Movatter.jp